Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika opposite in isiXhosa

: opposite1opposite2

opposite1

-jongene(yo)

Ubizo-magama /op-uh-zit or op-uh-sit/

isiphawuli, isihlomelo, & preposition

  • 1

    -jongene(yo)
    My house is opposite Zelda's house Indlu yam ijongene nendlu kaZelda
  • 2

    -chasene(yo)
    North is the opposite direction to south Umntla uchasene nomzantsi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika opposite in isiXhosa

: opposite1opposite2

opposite2

isichasanisi

Ubizo-magama /op-uh-zit or op-uh-sit/

isibizoPlural opposites

  • 1

    isichasanisi
    isichasi
    Heat and cold are opposites Ukutshisa nokubanda zizichasi
    Fat is the opposite of thin Ukutyeba sisichasi sokubhitya