Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika overall in isiXhosa

: overall1overall2

overall1

-onke

Ubizo-magama /oh-vuh-rawl/

isiphawuli & isihlomelo

  • 1

    -onke
    The overall cost of repairing the car is R2 000 Zizonke iindleko zokulungisa imoto ngama-R2 000
  • 2

    okukakhulu
    Overall we like this house, though it is rather small Okukakhulu siyayithanda le ndlu, nakuba incinane nje

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika overall in isiXhosa

: overall1overall2

overall2

iovarolo

Ubizo-magama /oh-vuh-rawl/

isibizoPlural overalls

  • 1

    iovarolo
    iovalolo ngokungekho sikweni
    She wears an overall when she works Unxiba iovarolo xa esebenza