Inguqulelo ka pain in isiXhosa

pain

ubuhlungu

Ubizo-magama /payn/

isibizoPlural pains

  • 1

    ubuhlungu
    iintlungu
    iingqaqambo
    Where is the pain? Ziphi iintlungu?
  • 2

    ubuhlungu
    intlungu
    I felt great pain when he died Ndaba buhlungu kakhulu kukufa kwakhe

Usetyenziso

Notice that 'iintlungu' and 'iingqaqambo' are used in the plural in this sense.