Inguqulelo ka parasite in isiXhosa

parasite

isidleleleli

Ubizo-magama /pa-ruh-site/

isibizoPlural parasites

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isidleleleli
    isifunxigazi
    A flea is a parasite that lives on the blood of an animal Intakumba sisinambuzane esisifunxigazi esiphila ngegazi lezilwanyana
    • an animal or plant that lives on or in other organisms and feeds off them
    • isilwanyana okanye isityalo esiphila ngokufunxa igazi lezinye izilwanyana

Usetyenziso

'Isifunxigazi' means "blood-sucker", but not all parasites are blood-suckers.