Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika part in isiXhosa

: part1part2

part1

isahlulo

Ubizo-magama /paat/

isibizoPlural parts

  • 1

    isahlulo
    isigaba
    inxalenye
    enye indawo
    Read the first part of the story Funda isigaba sokuqala sebali
    The film is good in parts Le filim imnandi kwezinye iindawo
  • 2

    indima
    Holly has a part in the play: she's the angel UHolly unendima ayenzayo emdlalweni: uyingilosi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika part in isiXhosa

: part1part2

part2

-ahlukana

Ubizo-magama /paat/

isenziparted, parting

  • 1

    -ahlukana
    We said "Goodbye" and parted Sathi "Salani kakuhle" saza sahlukana
  • 2

    -phendla
    -ahlukanisa
    She parted her hair Waziphendla iinwele zakhe