Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika permit in isiXhosa

: permit1permit2

permit1

-vumela

Ubizo-magama /puh-mit/

isenzipermitted, permitting

ngokusesikweni

  • 1

    -vumela
    Will you permit us to swim here? Uza kusivumela ukuba sidade apha?
    → Synonym of allow

Usetyenziso

Note that the noun 'permit' is pronounced differently from the verb.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika permit in isiXhosa

: permit1permit2

permit2

imvume

Ubizo-magama /pur-mit/

isibizoPlural permits

  • 1

    imvume
    ipemethi
    ipamethi ngokungekho sikweni
    I have a permit to fish here Ndinemvume yokuloba apha