Inguqulelo ka perspective in isiXhosa

perspective

ingqikelelo-mgama

Ubizo-magama /puh-spek-tiv/

isibizoPlural perspectives

  • 1

    ingqikelelo-mgama
    The perspective in the diagram shows that the trees are near and the house is far away Ingqikelelo-mgama esemfanekisweni ibonisa ukuba imithi isondele, izindlu zona zikude
  • 2

    indlela
    Look at the problem from my perspective, not just yours Yijonge le ngxaki ngale ndlela ndiyibona ngayo mna, ingeyiyo le uyibona ngayo wena