Inguqulelo ka pessimist in isiXhosa

pessimist

Ubizo-magama /pess-im-ist/

isibizoPlural pessimists

  • 1

    umntu osoloko ejonga icala elibi
    He's a pessimist; he expects everything to go wrong Ungumntu osoloko ejonga icala elibi; yonke into uhleli elindele ukuba ayizi kuhamba kakuhle
    → Compare optimist