Inguqulelo ka pile in isiXhosa

pile

imfumba

Ubizo-magama /pile/

isibizoPlural piles

  • 1

    imfumba
    He left a pile of clothes on the floor Washiya imfumba yeempahla phantsi

isenzi

  • 1

    -fumba
    Please pile the firewood here Zifumbe apha ezo nkuni