Inguqulelo ka pipe in isiXhosa

pipe

umbhobho

Ubizo-magama /pipe/

isibizoPlural pipes

  • 1

    umbhobho
    uphayiphu ngokungekho sikweni
    iphayiphu ngokungekho sikweni
    The water pipe burst Umbhobho wamanzi ugqabhukile
  • 2

    inqawe
    My grandfather smokes a pipe Utatomkhulu utshaya inqawe