Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plan in isiXhosa

: plan1plan2

plan1

iplani

Ubizo-magama /plan/

isibizoPlural plans

  • 1

    iplani
    Karen drew a plan of our house UKaren uzobe iplani yendlu yethu
  • 2

    isicwangciso
    icebo
    We have a plan to go to the beach Sinesicwangciso sokuya elwandle

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plan in isiXhosa

: plan1plan2

plan2

-yila

Ubizo-magama /plan/

isenziplanned, planning

  • 1

    -yila
    -ceba
    The architect has planned the house well Umyili wezakhiwo wayiyila kakuhle indlu
  • 2

    -lungiselela
    -cwangcisa
    -ceba
    Let's plan my party Masilungiselele ukwenza itheko lam