Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plaster in isiXhosa

: plaster1plaster2

plaster1

udaka

Ubizo-magama /plaass-tuh/

isibizoPlural plasters

  • 1

    udaka
    Builders mix sand and cement to make plaster Abakhi baxuba intlabathi nesamente benze udaka
  • 2

    iplastara
    I cut my finger; I need a plaster Ndizisike umnwe; ndifuna iplastara

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plaster in isiXhosa

: plaster1plaster2

plaster2

-tyabeka

Ubizo-magama /plaass-tuh/

isenziplastered, plastering

  • 1

    -tyabeka
    -samenta ngokungekho sikweni
    The builder is plastering a wall with cement Umakhi utyabeka udonga ngesamente