Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plot in isiXhosa

: plot1plot2

plot1

iyelenqe

Ubizo-magama /plot/

isibizoPlural plots

  • 1

    iyelenqe
    There was a plot to murder the king Kwakwenziwe iyelenqe lokubulala ukumkani
  • 2

    isakhiwo sebali
    The story has a complicated plot Eli bali linesakhiwo sebali esinzima
  • 3

    (piece of land)
    isiza
    He'll build a house on this plot Uza kwakha indlu kwesi siza

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plot in isiXhosa

: plot1plot2

plot2

-ceba

Ubizo-magama /plot/

isenziplotted, plotting

  • 1

    -ceba
    -enza iyelenqe
    Two men were plotting to steal the car Amadoda amabini ayeceba ukuba imoto