Inguqulelo ka plug in isiXhosa

plug

iplagi

Ubizo-magama /plug/

isibizoPlural plugs

  • 1

    iplagi
    Is the kettle's plug switched on? Ngaba ilayitiwe iplagi yeketile?
  • 2

    isivingco
    Where's the bath plug? Sindawoni isivingco sebhafu?