Inguqulelo ka pollinate in isiXhosa

pollinate

-mvumvuzela

Ubizo-magama /pol-in-ayt/

isenzipollinated, pollinating

inzululwazi ngezilo

  • 1

    -mvumvuzela
    Bees help to pollinate plants Iinyosi zinceda ekumvumvuzeleni izityalo
    • to put pollen into a flower so that it is fertilised and seeds can form
    • ukufaka umungu okanye umvumvuzela (ipholeni) kwintyatyambo ukuze iqhanyiswe kwenzeke nembewu