Inguqulelo ka possible in isiXhosa

possible

-nokwenzeka

Ubizo-magama /poss-i-buhl/

isiphawuli

  • 1

    -nokwenzeka
    -kwazeka
    kangangoko kunokwenzeka
    kangangoko
    Is it possible to go to Cala by train? Ngaba kunokwenzeka ukuya eCala ngetreyini?
    → Antonym of impossible