Inguqulelo ka prescribe in isiXhosa

prescribe

-bhalela

Ubizo-magama /pri-skribe/

isenziprescribed, prescribing

  • 1

    -bhalela
    The doctor prescribed this medicine for my cough Ugqirha undibhalele eli yeza lokukhohlela
  • 2

    -chonga
    -alathela
    The play, Macbeth, was prescribed for Grade 12 Umdlalo weqonga uMacbeth wachongelwa iBanga le-12