Inguqulelo ka profit in isiXhosa

profit

inzuzo

Ubizo-magama /prof-it/

isibizoPlural profits

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    inzuzo
    ingeniso
    How much profit did your business make this year? Lwenze inzuzo engakanani ishishini lakho kulo nyaka?
    → Compare loss
    • the money a business has left over after it has paid its expenses
    • imali eshiyekayo kwishishini emva kokuhlawula amatyala alo