Inguqulelo ka punch in isiXhosa

punch

-nqinda

Ubizo-magama /punch/

isenzipunched, punching

  • 1

    -nqinda
    -betha ngenqindi
    The boxer punched his rival on the jaw Imbethi-manqindi yamnqinda emhlathini umsukuzi wayo
  • 2

    -gqobhoza
    Please punch holes in the belt Nceda, gqobhoza imingxuma ebhantini