Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika record in isiXhosa

: record1record2

record1

irekhodi

Ubizo-magama /rek-awd/

isibizoPlural records

  • 1

    irekhodi
    iinkcukacha ezigciniweyo
    Keep a record of the money you spend Gcina irekhodi yemali oyisebenzisayo
  • 2

    udumo
    irekhodi
    Zweli broke the record for high-jump UZweli waphula irekhodi ekutsibeni i-high jump

Usetyenziso

Note that the noun 'record' is pronounced differently from be verb.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika record in isiXhosa

: record1record2

record2

-bhala phantsi

Ubizo-magama /ri-kawd/

isenzirecorded, recording

  • 1

    -bhala phantsi
    -rekhodisha ngokungekho sikweni
    Busi records her weight in a notebook UBusi ububhala phantsi encwadini ubunzima bakhe
  • 2

    -shicilela
    -kopa
    -rekhoda ngokungekho sikweni
    -teyipa ngokungekho sikweni
    He recorded the song on a CD Washicelela ingoma kwi-CD