Inguqulelo ka reference in isiXhosa

reference

isalathiso

Ubizo-magama /ref-ruhnss/

isibizoPlural references

  • 1

    isalathiso
    ukhankanyo
    There is a short reference to Pondoland in the book Kukho isalathiso esifutshane ngesizwe samaMpondo kule ncwadi
  • 2

    isingqiniso
    ithestimoniyali
    irefrensi ngokungekho sikweni
    The principal gives each learner a reference when they leave school, to use when they apply for jobs Inqununu inika umfundi ngamnye isingqiniso xa beshiya isikolo, abaza kusisebenzisa xa becela imisebenzi