Inguqulelo ka regular in isiXhosa

regular

-siqhelo

Ubizo-magama /reg-yuu-luh/

isiphawuli

  • 1

    -siqhelo
    qho
    a regular meeting every Monday morning intlanganiso yesiqhelo ngeMivulo kusasa
  • 2

    -lungelelene(yo)
    rhoqo
    a regular hexagon iheksagoni elungeleleneyo
  • 3

    inzululwazi geelwimi
    -qhelekile(yo)
    "Bark" is a regular verb U"khonkotha" sisenzi esiqhelekileyo
    • following the usual rules
    • ukulandela imithetho eqhelekileyo