Inguqulelo ka remain in isiXhosa

remain

-sala

Ubizo-magama /ri-mayn/

isenziremained, remaining

  • 1

    -sala
    -hlala
    They remained silent Bahlala bethe cwaka
    Remain seated until the bus stops Hlalani de ibhasi ime
  • 2

    -shiyeka
    -sala
    We left, but Nikiwe remained in the house Semka, kodwa uNikiwe washiyeka endlwini