Inguqulelo ka remainder in isiXhosa

remainder

intsalela

Ubizo-magama /ri-mayn-duh/

isibizoPlural remainders

  • 1

    intsalela
    Take some cheese and put the remainder in the fridge Thatha enye itshizi ufake intsalela efrijini
  • 2

    izibalo
    intsalela
    If you divide 13 by 6, you will have a remainder of 1 Ukuba wahlula i-13 ngesi-6, uza kufumana intsalela esisi-1
    • the numbers left after one number has been divided into another
    • amanani asalelayo xa inani elinye lithe lahlulwa lalelinye inani