Inguqulelo ka reptile in isiXhosa

reptile

Ubizo-magama /rep-tile/

isibizoPlural reptiles

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isilwanyane esinegazi elibandayo sinamaxolo emzimbeni kwaye sizala amaqanda emhlabeni. Iinyoka, amafudo, iingwenya namacilikishe yimizekelo yezi zilwanyana

Usetyenziso

Reptiles are a group of animals that have cold blood, scales on their skin, and that lay eggs on land. Snakes, tortoises, crocodiles and lizards are examples of these animals.