Inguqulelo ka retailer in isiXhosa

retailer

umthengisi

Ubizo-magama /ree-tayl-uh/

isibizoretailers

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    umthengisi
    unovenkile
    Consumers buy clothes and food from retailers Abathengi bathenga impahla nokutya ezivenkileni
    • a person or business that sells goods directly to consumers
    • umntu okanye ishishini elithengisela abantu iimpahla