Inguqulelo ka reward in isiXhosa

reward

umvuzo

Ubizo-magama /ri-wawd/

isibizoPlural rewards

  • 1

    umvuzo
    If you find my dog I'll give you a reward Ukuba uyifumene inja yam ndiza kukunika umvuzo

isenzi

  • 1

    -vuza
    He rewarded us for our work Wasivuza ngomsebenzi wethu