Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika right in isiXhosa

: right1right2right3

right1

ekunene

Ubizo-magama /rite/

isihlomelo

  • 1

    ekunene
    Turn right at the shop Jika ekunene evenkileni
  • 2

    ngokuchanekileyo
    kakuhle
    Have I spelt your name right? Ndilipele kakuhle igama lakho?
  • 3

    ngokupheleleyo
    nko
    Walk right to the end of the road Hamba nko de uye kufika ekupheleni

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika right in isiXhosa

: right1right2right3

right2

ilungelo

Ubizo-magama /rite/

isibizoPlural rights

umthetho

  • 1

    ilungelo
    We all have rights, like the right to clean drinking water Sonke sinamalungelo, njengelungelo lamanzi acocekileyo okusela
    → See human rights
    • something that we should have or we are allowed to do
    • into ekufuneka sinayo okanye sivunyelwe ukuba siyenze

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika right in isiXhosa

: right1right2right3

right3

-kunene

Ubizo-magama /rite/

isiphawuli

  • 1

    -kunene
    I hold my pen in my right hand Ndibamba ipeni ngesandla sam sokunene
    → Compare left
  • 2

    -lungile(yo)
    -chanekile(yo)
    That's the right answer Leyo yimpendulo elungileyo
    → Synonym of correct, → Antonym of wrong
    What's the right time? Ngubani ixesha elichanekileyo?
  • 3

    -fanelekile(yo)
    -lungile(yo)
    Do what is right Yenza okufanelekileyo
    → Antonym of wrong