Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ring in isiXhosa

: ring1ring2

ring1

-khala

Ubizo-magama /ring/

isenzirang, ringing, rung

  • 1

    -khala
    -ringa ngokungekho sikweni
    The phone is ringing Ifowuni iyakhala
  • 2

    -khalisa
    Ring the doorbell Khalisa intsimbi yasemnyango
  • 3

    (for non-electrical bells)
    -betha
    The principal rang the bell Inqununu yabetha intsimbi
  • 4

    (phone)
    -tsala umnxeba
    We ring Gran every day Sitsalela umakhulu umnxeba yonke imihla
    → Synonym of phone

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ring in isiXhosa

: ring1ring2

ring2

isangqa

Ubizo-magama /ring/

isibizoPlural rings

  • 1

    isangqa
    Draw a ring around the correct answer Zoba isangqa kwimpendulo echanekileyo
  • 2

    umsesane
    She wears rings on her fingers Unxiba imisesane eminweni yakhe