Inguqulelo ka rotate in isiXhosa

rotate

-jikeleza

Ubizo-magama /roh-tayt/

isenzirotated, rotating

ifiziksi

  • 1

    -jikeleza
    The Earth rotates on its axis Umhlaba ujikeleza kwintsika yawo
    → Compare revolve
    • to turn in circles around a central point
    • ukujikeleza ngezangqa indawo enye esembindini