Inguqulelo ka ruler in isiXhosa

ruler

umlawuli

Ubizo-magama /rool-uh/

isibizoPlural rulers

  • 1

    umlawuli
    umphathi
    He was the ruler of Lesotho Wayengumlawuli waseLusuthu
  • 2

    irula
    isikrweli-mgca
    Use a ruler to draw a straight line Sebenzisa irula ukukrwela umgca owolukileyo