Inguqulelo ka scale in isiXhosa

scale

ixolo

Ubizo-magama /skayl/

isibizoPlural scales

  • 1

    (of fish)
    ixolo
    ixwexwe
    Scales protect the body of a fish Amaxolo akhusela umzimba wentlanzi
  • 2

    isikali
    Use a scale to weigh the sugar Sebenzisa isikali xa uveyisha iswekile
  • 3

    itheknoloji inzululwazi ngezelizwe izibalo
    isikali
    umlinganiselo
    The scale of this map is one centimetre to a hundred kilometres Umlinganiselo wale mephu uyisentimitha enye kwezilikhulu
    • a way of showing how the size of maps, diagrams and models compares with real things
    • indlela yokubonisa ukuba umlinganiselo okanye ubungakanani beemephu, bemizobo kunye nemifuziselo (iimodeli) bunokuthelekiswa njani na nezinto eziyinyani