Inguqulelo ka screen in isiXhosa

screen

isikrini

Ubizo-magama /skreen/

isibizoPlural screens

  • 1

    isikrini
    ubuso
    a computer screen isikrini sekhompyutha
  • 2

    isikrini
    Watch the film on a big screen Bukela ifilim kwisikrini esikhulu
  • 3

    isikhuselo
    inethi
    Screens on the windows keep mosquitoes out Izikhuselo ezifestileni zithintela iingcongconi zingangeni