Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika separate in isiXhosa

: separate1separate2

separate1

-ahlukene(yo)

Ubizo-magama /sep-ruht/

isiphawuli

  • 1

    -ahlukene(yo)
    Jo and Jack went in separate cars UJo noJack bahambe ngeemoto ezahlukeneyo

Usetyenziso

Be careful how you spell 'separate'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika separate in isiXhosa

: separate1separate2

separate2

-ahlula

Ubizo-magama /sep-uh-rayt/

isenziseparated, separating

  • 1

    -ahlula
    The teacher sometimes separates the boys and the girls Ngamanye amaxesha utitshala uyawahlula amakhenkwe emantombazaneni

Usetyenziso

Note that the verb 'separate' is pronounced differently from the adjective.