Inguqulelo ka service in isiXhosa

service

inkonzo

Ubizo-magama /sur-viss/

isibizoPlural services

  • 1

    inkonzo
    Our town has a good bus service Idolophu yethu inenkonzo yeebhasi elungileyo
  • 2

    ukuthengisela
    ukuhoya
    ukuseva ngokungekho sikweni
    The service in the restaurant is slow Ukuthengisela erestyu kuyacotha
  • 3

    ulondolozo
    isevisi
    This car needs a service Le moto ifuna isevisi
  • 4

    inkonzo
    The church service on Sunday starts at 8:30 Inkonzo yecawa iqala ngeyesi-8.30 ngeCawa