Inguqulelo ka sharp in isiXhosa

sharp

-bukhali

Ubizo-magama /shaap/

isiphawulisharper, sharpest

  • 1

    -bukhali
    Be careful; that knife is sharp Lumka; laa mela ibukhali
    → Antonym of blunt
  • 2

    -bukhali
    -tsolo
    Use a sharp needle Sebenzisa inalithi etsolo
  • 3

    (seeing well)
    -bukhali
    -ngqazolo
    -zanzolo
    If you have sharp eyes, you'll see that small bird Ukuba unamehlo abukhali, uza kuyibona laa ntaka incinci
  • 4

    (describing pain)
    -hlaba(yo)
    a sharp pain in his leg ingqaqambo ehlabayo emlenzeni wakhe
  • 5

    (clever)
    -bukhali
    -krelekrele
    a scientist with a sharp mind usosayensi onengqondo ebukhali
  • 6

    -goso kakhulu
    There's a sharp bend in the road Kukho igophe eligoso kakhulu endleleni