Inguqulelo ka short in isiXhosa

short

-futshane

Ubizo-magama /shawt/

isiphawulishorter, shortest

  • 1

    -futshane
    Babalwa is a short person UBabalwa ngumntu omfutshane
    → Antonym of tall
  • 2

    -futshane
    I need a short piece of string Ndifuna intambo emfutshane
    → Antonym of long
  • 3

    -futshane
    isiquphe
    Our visit was short Utyelelo lwethu lwaba lufutshane
    → Antonym of long