Inguqulelo ka should in isiXhosa

should

-fanele

Ubizo-magama /shuud/

isenzishould have

  • 1

    -fanele
    -mele
    -melwe
    -nge-
    kufuneka
    We should go home now Simele ukugoduka ngoku
    You should not smoke here Akumelanga kutshaya apha
  • 2

    (in questions after "how" or "why")
    -nga-
    How should I know? Ndingayazi njani?
    Why should he go? Angahamba njani?