Inguqulelo ka significant in isiXhosa

significant

-balulekile(yo)

Ubizo-magama /sig-nif-i-kuhnt/

isiphawulimore significant, most significant

  • 1

    -balulekile(yo)
    -nentsingiselo ebalulekileyo
    This information is significant for the investigation Olu lwazi lunentsingiselo ebalulekileyo kuphando
  • 2

    -bonakala(yo)
    -cacile(yo)
    She made significant improvements to the school Wenza impucuko ebonakalayo esikolweni