Inguqulelo ka simile in isiXhosa

simile

isifaniso

Ubizo-magama /sim-i-lee/

isibizoPlural similes

uncwadi

  • 1

    isifaniso
    "It's as red as blood" is a simile "Ibomvu njengegazi" sisifaniso
    • a comparison using the words "like" or "as"
    • uthelekiso olusebenzisa amagama afana no"njenga" okanye "okwa"