Inguqulelo ka single in isiXhosa

single

-nye

Ubizo-magama /sing-guhl/

isiphawuli

  • 1

    -nye
    -dwa
    The tree has a single apple – just one! Umthi uneapile elinye, elinye kuphela!
  • 2

    (not married)
    -ngatshatanga
    The girls hope that man is single Amantombazana anethemba lokuba laa ndoda ayitshatanga
    → Antonym of married