Inguqulelo ka size in isiXhosa

size

isayizi

Ubizo-magama /size/

isibizoPlural sizes

  • 1

    isayizi
    ubungakanani
    ubukhulu
    ukulingana
    My room and your room are the same size Igumbi lam nelakho ayisayizi enye
  • 2

    isayizi
    ubukhulu
    Anna has size 4 shoes UAnna unezihlangu ezingusayizi 4