Inguqulelo ka skin in isiXhosa

skin

ulusu

Ubizo-magama /skin/

isibizoPlural skins

  • 1

    ulusu
    isikhumba
    This cream softens my skin Le khrim iyasithambisa isikhumba sam
  • 2

    isikhumba
    ufele
    a bag made of goat skin ibhegi eyenziwe ngofele lwebhokhwe
  • 3

    (of fruit or vegetables)
    ixolo
    Peel the skin off the apple Chuba ixolo leapile