Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika slip in isiXhosa

: slip1slip2

slip1

-tyibilika

Ubizo-magama /slip/

isenzislipped, slipping

  • 1

    -tyibilika
    The boy slipped on the wet floor and fell Inkwenkwe yatyibilika kumgangatho omanzi yawa
  • 2

    -phuncuka
    The cup slipped from my hand and broke Ikomityi yaphuncuka esandleni sam yaphuka
  • 3

    -nyebelezela
    -nyamalala
    -thi nyebelele
    He quietly slipped out of the house Unyebelezele waphuma endlwini
  • 4

    -nyubelezisa
    -thubelezisa
    -qhusheka
    No one saw him slipping the money into his pocket Akukho mntu wambonayo ukunyubelezisa kwakhe imali epokothweni yakhe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika slip in isiXhosa

: slip1slip2

slip2

iphetshana

Ubizo-magama /slip/

isibizoPlural slips

  • 1

    iphetshana
    isiliphu
    Write your name on this slip of paper Bhala igama lakho kweli phetshana
  • 2

    impazamo
    I made a slip: I spelt your name wrongly Ndenze impazamo: ndilibhale kakubi igama lakho
    → Synonym of mistake