Inguqulelo ka snail in isiXhosa

snail

inkumba

Ubizo-magama /snayl/

isibizoPlural snails

  • 1

    inkumba
    usinyeke
    inyekevu
    Snails move very slowly Iinkumba zihamba ngokucothayo