Inguqulelo ka spear in isiXhosa

spear

umkhonto

Ubizo-magama /speer/

isibizoPlural spears

  • 1

    umkhonto
    isibinzi
    intshuntshe
    Their traditional weapons were spears Izixhobo zabo zemveli yayiyimikhonto