Inguqulelo ka specify in isiXhosa

specify

-balula

Ubizo-magama /spess-i-fy/

isenzispecified, specifying

  • 1

    -balula
    -chaza
    -cacisa
    In your notice, specify the date, the time and the venue for the meeting Kwisaziso sakho chaza umhla, ixesha, nendawo yentlanganiso