Inguqulelo ka split in isiXhosa

split

-qhekeka

Ubizo-magama /split/

isenzisplitting

  • 1

    -qhekeka
    -candeka
    A watermelon fell and split Ivatala yawa yaqhekeka
  • 2

    -canda
    Split the log with an axe Canda isigodo ngezembe
  • 3

    -ahlula
    -ahlukana
    Split into three groups Yahlukanani nibe ngamaqela amathathu
    → Synonym of separate
    Luke and his girlfriend have split up ULuke nesithandwa sakhe bahlukene
  • 4

    -ahlula
    -ahlulelana
    We'll split the money between us Siza kwahlulelana ngemali
    → Synonym of share, divide