Inguqulelo ka squared in isiXhosa

squared

(inani) eliziphindaphinda kabini

Ubizo-magama /skwaird/

isiphawuli

izibalo

  • 1

    (inani) eliziphindaphinda kabini
    Five squared is 25 (5 x 5 = 25) Isi-5 oziphindaphinde kahlanu ngama-25 (5 x 5 = 25)
    • a number that is squared is multiplied by itself
    • inani eliziphindaphinde kabini ngokwalo

Usetyenziso

In Maths, 'five squared' is written like this: '5'².