Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stand in isiXhosa

: stand1stand2

stand1

-ma

Ubizo-magama /stand/

isenzistood, standing

  • 1

    -ma
    I'm standing on the path Ndime endleleni
    Please stand still Nceda, yima nkqo
  • 2

    -ma
    -mise
    Whose car is standing there? Yimoto kabani le ime phaya?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stand in isiXhosa

: stand1stand2

stand2

istendi

Ubizo-magama /stand/

isibizoPlural stands

  • 1

    istendi
    itafile
    a stand selling boerewors rolls isitendi esithengisa iiroli zesoseji